Isaya 45:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuze abantu bazi ukususela ekuphumeni kwelanga nasekutshoneni kwalo ukuba akukho namnye ngaphandle kwam.+ NdinguYehova, akakho omnye.+ Isaya 59:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye entshonalanga baya kuqalisa ukuloyika igama likaYehova,+ nasempumalanga uzuko lwakhe,+ kuba uya kufika njengomlambo obandezelayo, lowo uqhutywa nguwo kanye umoya kaYehova.+
6 ukuze abantu bazi ukususela ekuphumeni kwelanga nasekutshoneni kwalo ukuba akukho namnye ngaphandle kwam.+ NdinguYehova, akakho omnye.+
19 Yaye entshonalanga baya kuqalisa ukuloyika igama likaYehova,+ nasempumalanga uzuko lwakhe,+ kuba uya kufika njengomlambo obandezelayo, lowo uqhutywa nguwo kanye umoya kaYehova.+