Isaya 30:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nomoya wakhe unjengomsinga okhukulayo ofikelela entanyeni,+ ukuze ahluze iintlanga ngentluzo+ engento yanto; nomkhala+ obangela umntu abhadule uya kuba semihlathini yezizwana.+ Zekariya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.
28 Nomoya wakhe unjengomsinga okhukulayo ofikelela entanyeni,+ ukuze ahluze iintlanga ngentluzo+ engento yanto; nomkhala+ obangela umntu abhadule uya kuba semihlathini yezizwana.+
6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.