Genesis 41:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Waza uFaro wongeza wathi kuYosefu: “Yabona, ndikumisa phezu kwalo lonke ilizwe laseYiputa.”+ Yobhi 36:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuwasusa amehlo akhe nakubani na olilungisa;+Kwanookumkani abasetroneni+—Kwakhona uya kubahlalisa ngonaphakade, yaye baya kuphakanyiswa.
7 Akayi kuwasusa amehlo akhe nakubani na olilungisa;+Kwanookumkani abasetroneni+—Kwakhona uya kubahlalisa ngonaphakade, yaye baya kuphakanyiswa.