1 Samuweli 25:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye, kwelinye icala, ephila nje uYehova uTHIXO kaSirayeli, ondinqandileyo ekukwenzakaliseni,+ ukuba ubungangxamanga weza kundihlangabeza,+ ngokuqinisekileyo ngekungakhange kude kube kusasa kusasele kwaNabhali nabani na ochamela eludongeni.”+ INdumiso 94:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Xa ndithe: “Ngokuqinisekileyo unyawo lwam luya kutyibilika,”+Ububele bakho bothando, Yehova, buqhubeka bundixhasa.+
34 Yaye, kwelinye icala, ephila nje uYehova uTHIXO kaSirayeli, ondinqandileyo ekukwenzakaliseni,+ ukuba ubungangxamanga weza kundihlangabeza,+ ngokuqinisekileyo ngekungakhange kude kube kusasa kusasele kwaNabhali nabani na ochamela eludongeni.”+
18 Xa ndithe: “Ngokuqinisekileyo unyawo lwam luya kutyibilika,”+Ububele bakho bothando, Yehova, buqhubeka bundixhasa.+