INdumiso 150:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 150 Dumisani uYa!+Dumisani uThixo endaweni yakhe engcwele.+Mdumiseni esibhakabhakeni samandla akhe.+ Yoweli 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuya kuthi wonk’ ubani obiza egameni likaYehova asindiswe;+ kuba eNtabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo,+ kanye njengoko watshoyo uYehova, naphakathi kwabasindayo, kubekho abo ababizayo uYehova.”+ Mateyu 26:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwakhona, okwesihlandlo sesibini,+ waya kuthandaza, esithi: “Bawo, ukuba akunakudlula oku ngaphandle kokuba ndikusele, makwenzeke ukuthanda kwakho.”+
32 Kuya kuthi wonk’ ubani obiza egameni likaYehova asindiswe;+ kuba eNtabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo,+ kanye njengoko watshoyo uYehova, naphakathi kwabasindayo, kubekho abo ababizayo uYehova.”+
42 Kwakhona, okwesihlandlo sesibini,+ waya kuthandaza, esithi: “Bawo, ukuba akunakudlula oku ngaphandle kokuba ndikusele, makwenzeke ukuthanda kwakho.”+