IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+

  • Yeremiya 31:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Dandulukani kakhulu kuYakobi ngemihlali, nize nidanduluke kabukhali phambi kweentlanga.+ Vakalisani.+ Dumisani nize nithi, ‘Sindisa, Yehova, abantu bakho, intsalela kaSirayeli.’+

  • Mika 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+

  • Roma 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share