Yobhi 22:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uya kumbongoza, aze akuve;+Nezibhambathiso zakho uya kuzifezekisa.+ INdumiso 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wena uya kundizukisa ebandleni elikhulu;+Izibhambathiso zam ndiya kuzifezekisa phambi kwabo bamoyikayo.+ Yona 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa ke mna, ndiza kukubingelela ngelizwi lombulelo.+Oko ndikubhambathisileyo, ndiza kukufezekisa.+ LolukaYehova usindiso.”+ Nahum 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+ Mateyu 5:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+ Yohane 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndikuzukisile+ emhlabeni, ekubeni ndiwugqibile umsebenzi obundinikile ukuba ndiwenze.+
25 Wena uya kundizukisa ebandleni elikhulu;+Izibhambathiso zam ndiya kuzifezekisa phambi kwabo bamoyikayo.+
9 Kodwa ke mna, ndiza kukubingelela ngelizwi lombulelo.+Oko ndikubhambathisileyo, ndiza kukufezekisa.+ LolukaYehova usindiso.”+
15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+
33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+