INdumiso 116:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kuzifezekisa izibhambathiso zam kuYehova,+Ewe, phambi kwabo bonke abantu bakhe. INtshumayeli 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+
4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+