INdumiso 112:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+ ISityhilelo 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+
112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+
19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+