Daniyeli 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi.
10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi.