IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+

      Ndiya koyika bani na?+

      UYehova ligwiba lobomi bam.+

      Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+

  • INdumiso 146:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Unoyolo lowo unoncedo olunguTHIXO kaYakobi,+

      Othemba lakhe likuYehova uThixo wakhe,+

  • Isaya 51:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Mna—mna ndinguLowo unithuthuzelayo.+

      “Kutheni na ke usoyika umntu ofayo nje,+ unyana womntu oya kwenziwa abe njengengca eluhlaza?+

  • Roma 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share