Ezra 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova. INdumiso 118:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 118 Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova.
118 Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+