2 Kumkani 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+ Yobhi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwaye kukho indoda kwilizwe laseUtse+ egama linguYobhi;+ yaye loo ndoda yangqineka ingenakusoleka,+ ithe tye,+ imoyika uThixo+ kwaye iphambuka ebubini.+ INdumiso 32:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Unoyolo umntu uYehova angasibaleli kuye isiphoso,+Nekungekho nkohliso kumoya wakhe.+ Yakobi 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+
3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+
1 Kwaye kukho indoda kwilizwe laseUtse+ egama linguYobhi;+ yaye loo ndoda yangqineka ingenakusoleka,+ ithe tye,+ imoyika uThixo+ kwaye iphambuka ebubini.+
11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+