INdumiso 119:97 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 97 Hayi indlela endiwuthanda ngayo umthetho wakho!+Imini le yonke ndiwuxhalabele.+ INdumiso 128:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 128 Unoyolo wonk’ ubani omoyikayo uYehova,+Ohamba ngeendlela zakhe.+ Roma 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokwenene ndiyayoliswa+ ngumthetho kaThixo ngokomntu endinguye+ ngaphakathi, Yakobi 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.
25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.