INdumiso 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndihambise enyanisweni yakho undifundise,+Ngokuba unguThixo ongumsindisi wam.+ו [Waw]Bendithembele kuwe imini yonke.+ INdumiso 119:118 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 118 Ubalahlile bonke abo balahlekayo emimiselweni yakho;+Kuba inkohliso yabo ibubuxoki.+
5 Ndihambise enyanisweni yakho undifundise,+Ngokuba unguThixo ongumsindisi wam.+ו [Waw]Bendithembele kuwe imini yonke.+