IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 125:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Bona ke abo bathi gu bucala baye ezindleleni zabo ezigwenxa,+

      UYehova uya kubenza bemke kunye nabo baqhelisela okwenzakalisayo.+

      Kuya kubakho uxolo phezu koSirayeli.+

  • Isaya 66:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndolulela kuyo uxolo kanye njengomlambo+ nozuko lweentlanga kanye njengomsinga okhukulayo,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kwanya.+ Niya kuthwalwa ephangweni, niwolwe emadolweni.+

  • Galati 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngamana bangaba noxolo nenceba bonke abo bahamba ngalo mgaqo, oko kukuthi, uSirayeli kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share