Isaya 60:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+
16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+