IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ndiye ndadliwa bubushushu emini nayingqele ebusuku, yaye amehlo am ayemkelwa bubuthongo.+

  • Isaya 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+

  • Mateyu 20:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 besithi, ‘Aba bokugqibela benze umsebenzi welixa elinye; ukanti ubenze balingana nathi thina siye sathwala uxanduva lwemini nobushushu obutshisayo!’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share