INdumiso 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mvumeleni ingoma entsha;+Yenzani okusemandleni enu ngokudlala imirhubhe nenze nemikhwazo yovuyo.+ INdumiso 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokubhekele phaya, wafaka ingoma entsha emlonyeni wam,Indumiso yoThixo wethu.+Abaninzi baya kuyibona boyike,+Yaye baya kukholosa ngoYehova.+ INdumiso 96:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 96 Mvumeleni ingoma entsha uYehova.+Mvumeleni uYehova, nonke nina bantu basemhlabeni.+ Isaya 42:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+ indumiso yakhe ukususela esiphelweni somhlaba,+ nina nehlela elwandle+ nakoko kuluzalisileyo, nina ziqithi nabemi bazo.+ ISityhilelo 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga, ISityhilelo 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye zivuma+ ingoma engathi intsha+ phambi kwetrone naphambi kwezidalwa+ eziphilayo ezine nabadala;+ yaye akukho bani wakwaziyo ukuyiqondisisa ingoma leyo ngaphandle kwekhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abathengwe+ emhlabeni.
3 Ngokubhekele phaya, wafaka ingoma entsha emlonyeni wam,Indumiso yoThixo wethu.+Abaninzi baya kuyibona boyike,+Yaye baya kukholosa ngoYehova.+
10 Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+ indumiso yakhe ukususela esiphelweni somhlaba,+ nina nehlela elwandle+ nakoko kuluzalisileyo, nina ziqithi nabemi bazo.+
9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,
3 Kwaye zivuma+ ingoma engathi intsha+ phambi kwetrone naphambi kwezidalwa+ eziphilayo ezine nabadala;+ yaye akukho bani wakwaziyo ukuyiqondisisa ingoma leyo ngaphandle kwekhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abathengwe+ emhlabeni.