IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+

  • Duteronomi 32:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+

      Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+

      NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+

      Lilungisa yaye uthe tye yena.+

  • Roma 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Noko ke, ukuba intswela-bulungisa yethu ibalaselisa ubulungisa bukaThixo,+ siya kuthini na? UThixo akanguye ongekho sikweni+ xa ebonakalisa ingqumbo yakhe, akunjalo? (ndithetha ngokomntu.)+

  • ISityhilelo 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi:

      “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+

  • ISityhilelo 16:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndaza ndeva ingelosi ephezu kwamanzi isithi: “Ulilungisa Wena ukhoyo nowayekho,+ Wena unyanisekileyo,+ ngokuba uye wagqiba ekuthini,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share