IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 32:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye abakhonzi bakhe bathetha ngokungakumbi nxamnye noYehova uTHIXO oyinyaniso+ noHezekiya umkhonzi wakhe.

  • Mateyu 10:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwanele ukuba umfundi abe njengomfundisi wakhe, nekhoboka libe njengenkosi yalo.+ Ukuba abantu babize umnini-ndlu ngokuthi nguBhelezebhubhe,+ kukangakanani na abaya kubiza abo bendlu yakhe ngolo hlobo?

  • IZenzo 25:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Akufika, amaYuda awayehle evela eYerusalem ema exhontelene malunga naye, embeka izimangalo+ ezininzi nezinzulu ezo angazange akwazi ukubonisa bungqina bazo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share