IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ninoyolo nina xa abantu beningcikiva,+ benitshutshisa,+ bethetha ngani lonke uhlobo lwento engendawo bexoka, ngenxa yam.

  • Luka 23:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko bammangalela,+ besithi: “Lo mntu simfumene ebhukuqa+ uhlanga lwethu, ekwalela ukuhlawulwa kwerhafu+ kuKesare, esithi yena unguKristu ukumkani.”+

  • IZenzo 24:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba sifumene le ndoda ingumfo olizothe,+ ixhokonxa iziphendu+ phakathi kwawo onke amaYuda kuwo wonke umhlaba omiweyo yaye iyinkokeli eyintloko yehlelo lamaNazarete,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share