IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 khon’ ukuze unikele ingqalelo kubulumko ngendlebe yakho,+ ukuba uyithobele ukuqonda intliziyo yakho;+

  • IMizekeliso 3:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Nyana wam, ngamana ezi zinto zingangemki emehlweni akho.+ Londoloza ubulumko bobuqili namandla okucinga,+

  • IMizekeliso 11:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Oswele intliziyo uyalidelela idlelane lakhe,+ kodwa umntu onokuqonda okuphangaleleyo uthi cwaka.+

  • Daniyeli 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 abantwana ababengenasiphene+ konke konke, iinzwana ezilumkileyo+ nezikrelekrele, ezinolwazi+ nezikufaneleyo ukuma ebhotweni lokumkani;+ abafundise iincwadi nolwimi lwamaKhaledi.

  • Mateyu 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ngoko ke, xa nibona into elizothe ebangela isiphanziso,+ njengoko kwathethwa ngayo ngomprofeti uDaniyeli, imi kwindawo engcwele,+ (ofundayo makaqiqe,)

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share