IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ubulumko bunamandla ngakumbi kwisilumko kunamadoda alishumi asemagunyeni esixekweni.+

  • Daniyeli 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini.

  • Daniyeli 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wathi: “Malibongwe+ igama likaThixo ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo, kuba bobakhe ubulumko namandla.+

  • Daniyeli 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kukho indoda efanelekileyo ebukumkanini bakho enomoya woothixo abangcwele;+ yaye ngemihla kayihlo kwafunyanwa kuyo ukhanyiso nengqiqo nobulumko obunjengobulumko boothixo, waza uKumkani uNebhukadenetsare uyihlo wayimisa njengentloko+ yababingeleli abaqhelisela imilingo, nabanobugqi, namaKhaledi, nabavumisi ngeenkwenkwezi;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share