IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 10:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Osebenza ngesandla esidangeleyo uya kuswela,+ kodwa isandla sokhutheleyo siya kumenza atyebe.+

  • IMizekeliso 23:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba inxila nedla-kudla baya kuhlwempuzeka,+ yaye ukozela kuya kumambesa amadlavu ubani.+

  • IMizekeliso 27:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umphefumlo owanelisekileyo uya kunyathela inqatha lobusi, kodwa kumphefumlo olambileyo yonke into ekrakra imnandi.+

  • 2 Tesalonika 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kaloku, naxa sasikunye nani, saninika umyalelo wokuba:+ “Ukuba umntu akafuni kusebenza, makanganikwa kutya.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share