IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 21:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 bathi kumadoda amakhulu esixeko sakowabo, ‘Lo nyana wethu uneenkani yaye unemvukelo; akaliphulaphuli ilizwi lethu,+ ulidla-kudla+ nenxila.’+

  • IMizekeliso 21:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Othanda iziyunguma uya kuba ngumntu osweleyo;+ othanda iwayini neoli akayi kubuzuza ubutyebi.+

  • INtshumayeli 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Hayi uyolo lwakho lizwe, xa ukumkani wakho engunyana wezidwangube neenkosana zakho zisitya ngexesha elifanelekileyo ukuze zizuze amandla, kungekhona ngenjongo yokusela.+

  • Galati 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 oomona, iindywala,+ iziyunguma, nezinto ezinjengezi. Ngokubhekisele kwezi zinto ndinilumkisa kwangaphambili, njengoko besendinilumkisile kakade, ukuba abo baqhelisela+ izinto ezinjalo abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share