Levitikus 25:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza waphelelwa yimali ekunye nawe,+ umele umxhase.+ Makahlale nawe njengomphambukeli nomfiki,+ ukuze aphile. Duteronomi 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+ INdumiso 37:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Imini yonke uyababala yaye uyabolekisa,+Ngoko inzala yakhe imele ifumane iintsikelelo.+ INdumiso 112:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ulungile umntu obabalayo,+ abolekise.+ י [Yohdh]Uxhasa imicimbi yakhe ngokusesikweni.+ 2 Timoti 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ngamana iNkosi ingayenzela inceba yona indlu kaOnesiforo,+ kuba ngokufuthi wayendizisela ukuhlaziyeka,+ yaye akazange abe neentloni ngemixokelelwane yam.+ Hebhere 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+
35 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza waphelelwa yimali ekunye nawe,+ umele umxhase.+ Makahlale nawe njengomphambukeli nomfiki,+ ukuze aphile.
7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+
16 Kodwa ngamana iNkosi ingayenzela inceba yona indlu kaOnesiforo,+ kuba ngokufuthi wayendizisela ukuhlaziyeka,+ yaye akazange abe neentloni ngemixokelelwane yam.+
16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+