IMizekeliso 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+ IMizekeliso 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+ IMizekeliso 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Opha osweleyo akayi kuswela,+ kodwa ofihla amehlo akhe uya kufumana iziqalekiso ezininzi.+ Mateyu 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Banoyolo abanenceba,+ kuba baya kwenzelwa inceba. Mateyu 10:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Lowo wamkela umprofeti ngokuba engumprofeti uya kufumana umvuzo womprofeti,+ nalowo wamkela ilungisa ngokuba lililungisa uya kufumana umvuzo welungisa.+ Hebhere 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela. Yakobi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba lowo ungenanceba uya kugwetywa ngokungenanceba.+ Kodwa yona inceba iyasongamela isigwebo.
24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+
13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+
41 Lowo wamkela umprofeti ngokuba engumprofeti uya kufumana umvuzo womprofeti,+ nalowo wamkela ilungisa ngokuba lililungisa uya kufumana umvuzo welungisa.+
10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.