IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+

  • INdumiso 41:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+

      Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+

  • IMizekeliso 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Odelela idlelane lakhe uyona,+ kodwa unoyolo obabala abaxhwalekileyo.+

  • IMizekeliso 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+

  • IMizekeliso 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Oneliso elinobubele uya kusikelelwa, kuba ukunika isisweli ukutya kwakhe.+

  • Isaya 58:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+

  • 2 Korinte 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala.

  • Hebhere 13:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share