IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 11:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yiza ke ngoku! Masihle+ size siludube+ ulwimi lwabo ukuze bangevani ngentetho.”+

  • Genesis 50:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+

  • Yoshuwa 23:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Ngoku, khangela! Namhlanje ndihamba endleleni yomhlaba wonke,+ kwaye niyazi kakuhle ngeentliziyo zenu zonke nangemiphefumlo yenu yonke ukuba akusilelanga nalinye ilizwi kuwo onke amazwi alungileyo uYehova uThixo wenu awathethileyo kuni. Onke abe yinyaniso kuni. Akusilelanga nalinye ilizwi kuwo.+

  • IMizekeliso 21:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+

  • Daniyeli 4:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+

  • IZenzo 5:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+

  • Hebhere 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 NoThixo ke, xa wayefuna ukuqinisekisa iindlalifa+ zesithembiso ngokungatshintsheki+ kwecebo lakhe, wenza isifungo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share