IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 85:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Ngokuqinisekileyo usindiso lwakhe lusondele kwabo bamoyikayo,+

      Ukuze uzuko luhlale elizweni lethu.+

  • IMizekeliso 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukoyika uYehova kukuqalisa kolwazi.+ Ubulumko nengqeqesho koko izidenge nje zikudelileyo.+

  • IMizekeliso 14:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ukoyika uYehova kuliqula lobomi,+ kukumka kwimigibe yokufa.+

  • Malaki 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+

  • IZenzo 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share