IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuya kufuneka uthi: “Hayi indlela ebendiyithiye ngayo ingqeqesho+ nentliziyo yam ayabi nantlonelo ngesohlwayo!+

  • IMizekeliso 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Indlela yesidenge ilungile emehlweni aso,+ kodwa ophulaphula icebiso sisilumko.+

  • IMizekeliso 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nabani na osisiyatha akayoliswa kukuqonda,+ ngaphandle kokutyhila okusentliziyweni yakhe.+

  • Roma 1:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share