IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Xa sukuba ulala akuyi kunkwantya;+ yaye ngokuqinisekileyo uya kulala, ibe ubuthongo bakho buya kukuyolisa.+

  • INtshumayeli 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Bumnandi ubuthongo bokhonzayo,+ enoba udla kancinane okanye kakhulu; kodwa indyebo yesityebi ayisivumeli ukuba silale.

  • Mateyu 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Banoyolo abo balambela baze banxanelwe+ ubulungisa, kuba baya kuhluthiswa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share