IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 6:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ndiyaleleni, yaye mna ndiya kuthi cwaka;+

      Nize nindiqondise impazamo endiyenzileyo.+

  • IMizekeliso 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nika umntu osisilumko uya kulumka ngakumbi.+ Nika ilungisa ukwazi liya kwandisa ukuqonda.

  • ISityhilelo 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “‘Bonke abo ndinomsa ngabo ndiyabohlwaya ndize ndibaqeqeshe.+ Ngoko ke yiba nenzondelelo uze uguquke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share