ISityhilelo 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Ngoko ke khumbula apho uwe usuka khona, uze uguquke+ wenze izenzo zangaphambili. Ukuba akwenjinjalo, ndiya kuza+ ndisishenxise isiphatho sezibane+ sakho endaweni yaso, ngaphandle kokuba uyaguquka. ISityhilelo 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ke, qhubeka ukhumbula indlela owamkele ngayo+ nendlela ove ngayo, uze uqhubeke uyigcina,+ uguquke.+ Ukuba akuvuki,+ ngokuqinisekileyo ndiya kukufikela njengesela,+ yaye akusayi kulazi konke konke ilixa endokufikela ngalo.+
5 “‘Ngoko ke khumbula apho uwe usuka khona, uze uguquke+ wenze izenzo zangaphambili. Ukuba akwenjinjalo, ndiya kuza+ ndisishenxise isiphatho sezibane+ sakho endaweni yaso, ngaphandle kokuba uyaguquka.
3 Ngoko ke, qhubeka ukhumbula indlela owamkele ngayo+ nendlela ove ngayo, uze uqhubeke uyigcina,+ uguquke.+ Ukuba akuvuki,+ ngokuqinisekileyo ndiya kukufikela njengesela,+ yaye akusayi kulazi konke konke ilixa endokufikela ngalo.+