IMizekeliso 3:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ukuba kunokuthanani nabagculeli,+ yena uya kubagculela;+ kodwa abalulamileyo uya kubababala.+ IMizekeliso 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba uthe walumka, uzilumkela kwawena;+ nokuba uye wagculela, oko uya kukuthwala, kanye wedwa.+ IZenzo 13:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 ‘Bonani, nina bagculeli, nize nimangaliswe, yaye yithini shwaka, ngenxa yokuba ndisebenza umsebenzi ngemihla yenu, umsebenzi eningasayi kuze niwukholelwe kwanokuba nabani na anganibalisela wona ngokweenkcukacha.’”+ 2 Petros 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba niyakwazi oku kuqala, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika abagculeli+ nokugculela kwabo, beqhubeka ngokweminqweno yabo+
41 ‘Bonani, nina bagculeli, nize nimangaliswe, yaye yithini shwaka, ngenxa yokuba ndisebenza umsebenzi ngemihla yenu, umsebenzi eningasayi kuze niwukholelwe kwanokuba nabani na anganibalisela wona ngokweenkcukacha.’”+
3 Kuba niyakwazi oku kuqala, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika abagculeli+ nokugculela kwabo, beqhubeka ngokweminqweno yabo+