2 Kumkani 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wenyuka ke apho waya eBheteli.+ Ngoxa wayesenyuka ngendlela, kwaphuma amakhwenkwe amancinane+ esixekweni aza amgculela+ esithi kuye: “Nyuka, mpandlandini!+ Nyuka, mpandlandini!” IMizekeliso 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Kuya kude kube nini na nina bangenamava nithanda ukungabi namava,+ yaye kuya kude kube nini na nina bagculeli+ ninqwenela ukugculela ngokuphandle, ibe kuya kude kube nini na nina ziyatha nikuthiyile ukwazi?+
23 Wenyuka ke apho waya eBheteli.+ Ngoxa wayesenyuka ngendlela, kwaphuma amakhwenkwe amancinane+ esixekweni aza amgculela+ esithi kuye: “Nyuka, mpandlandini!+ Nyuka, mpandlandini!”
22 “Kuya kude kube nini na nina bangenamava nithanda ukungabi namava,+ yaye kuya kude kube nini na nina bagculeli+ ninqwenela ukugculela ngokuphandle, ibe kuya kude kube nini na nina ziyatha nikuthiyile ukwazi?+