IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kwaye waqalisa ukusela iwayini, wayotywa,+ waza ke ngoko wazihluba phakathi ententeni yakhe.

  • INdumiso 107:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Bayahexa yaye bayagxadazela njengomntu onxilileyo,+

      Kwanobulumko babo bonke bungqineka budidekile.+

  • IMizekeliso 23:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Musa ukuyikhangela iwayini xa ivelisa umbala obomvu, xa ibengezela endebeni, xa isihla ngokulula.

  • Isaya 19:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UYehova uthululele phakathi kwayo umoya wokuphazamiseka;+ yaye bayibhadulisile iYiputa kuwo wonke umsebenzi wayo, kanye njengokugxadazela kwenxila emhlanzweni walo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share