IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ususa intetho kwabo bathembekileyo,

      Aze ingqiqo yamadoda amadala ayisuse;

  • Yobhi 12:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ususa intliziyo yabaziintloko ebantwini belizwe,

      Ukuze abenze babhadule endaweni engenanto,+ apho kungekho ndlela khona.

  • Isaya 19:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 AmaYiputa aya kudubadubeka,+ ndilitshitshise icebo lawo.+ Yaye ngokuqinisekileyo aya kubhenela koothixo+ abangenaxabiso nakwabasebenzisa amakhubalo nakwabaneshologu nakubaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+

  • 2 Tesalonika 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko ke uThixo ubayekele ekulahlekisweni nasekukholelweni ubuxoki,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share