IMizekeliso 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Mawudunyiswe ngowasemzini, ingabi ngowakho umlomo; mayibe ngowasemzini, ingabi yeyakho imilebe, eyenjenjalo.+ Mateyu 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke xa usenza izipho zenceba,+ musa ukuvuthela ixilongo+ phambi kwakho, kanye njengoko besenza abahanahanisi kwizindlu zesikhungu nasezitratweni, ukuze bazukiswe ngabantu. Inene ndithi kuni, Sebewufumene ngokupheleleyo umvuzo wabo. Luka 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UmFarisi wema+ waza waqalisa ukuthandaza+ ezi zinto kuye ngokwakhe esithi, ‘Owu Thixo, ndiyabulela kuwe kuba ndingekho njengabanye abantu, abaphangi, abangemalungisa, abakrexezi, okanye kwanalo mqokeleli werhafu.+
2 Mawudunyiswe ngowasemzini, ingabi ngowakho umlomo; mayibe ngowasemzini, ingabi yeyakho imilebe, eyenjenjalo.+
2 Ngoko ke xa usenza izipho zenceba,+ musa ukuvuthela ixilongo+ phambi kwakho, kanye njengoko besenza abahanahanisi kwizindlu zesikhungu nasezitratweni, ukuze bazukiswe ngabantu. Inene ndithi kuni, Sebewufumene ngokupheleleyo umvuzo wabo.
11 UmFarisi wema+ waza waqalisa ukuthandaza+ ezi zinto kuye ngokwakhe esithi, ‘Owu Thixo, ndiyabulela kuwe kuba ndingekho njengabanye abantu, abaphangi, abangemalungisa, abakrexezi, okanye kwanalo mqokeleli werhafu.+