IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 25:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ukudla ubusi obuninzi akulunganga;+ nabantu xa befuna uzuko lwabo, ngaba luzuko?+

  • Yeremiya 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+

  • 2 Korinte 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba asinabuganga bakuzihlela phakathi kwabathile okanye sizithelekise nabathile abazincomela ngokwabo.+ Ngokuqinisekileyo bona ngokuzilinganisa kwabo nokuzithelekisa kwabo abaqondi.+

  • 2 Korinte 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba okholekileyo asinguye lowo uzincomelayo,+ kodwa ngulowo uYehova+ amncomelayo.+

  • 2 Korinte 12:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndisuke andabi nangqiqo. Nini abandinyanzelele+ koko, kuba bendifanele ukunconyelwa nini. Nokuba andinto yanto,+ andikho nganeno nganto kwabo bapostile benu baziincamisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share