INdumiso 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+ INdumiso 119:72 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 72 Ulungile kum umthetho+ womlomo wakho,+Ulunge ngakumbi kunamawaka amaqhosha egolide nesilivere.+ INdumiso 119:127 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 127 Kungenxa yoko le nto ndiyithandile imiyalelo yakho+Ngaphezu kwegolide, ewe, igolide esulungekisiweyo.+ IMizekeliso 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kuba inzuzo yabo ilunge ngakumbi kunenzuzo yesilivere nemveliso yabo kunegolide.+ IMizekeliso 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Hayi indlela ekulunge ngakumbi ngayo ukufumana ubulumko kunegolide!+ Yaye kunyulwa ukufumana ukuqonda kunesilivere.+ IMizekeliso 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kukho igolide, kukwakho nentabalala yeekorale; kodwa imilebe yokwazi izizitya ezixabisekileyo.+
10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+
127 Kungenxa yoko le nto ndiyithandile imiyalelo yakho+Ngaphezu kwegolide, ewe, igolide esulungekisiweyo.+
16 Hayi indlela ekulunge ngakumbi ngayo ukufumana ubulumko kunegolide!+ Yaye kunyulwa ukufumana ukuqonda kunesilivere.+