IMizekeliso 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu onogonyamelo uyalilukuhla idlelane lakhe,+ aze ngokuqinisekileyo alihambise ngendlela engalunganga.+ Roma 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.
29 Umntu onogonyamelo uyalilukuhla idlelane lakhe,+ aze ngokuqinisekileyo alihambise ngendlela engalunganga.+
18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.