Yobhi 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukukhanya kwabangendawo nako kuya kucinywa+Nentlantsi yomlilo wakhe ayiyi kukhanya. IMizekeliso 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukukhanya kwamalungisa kuya kuba nemihlali;+ kodwa isibane sabangendawo—siya kucinywa.+