IMizekeliso 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukukhanya kwamalungisa kuya kuba nemihlali;+ kodwa isibane sabangendawo—siya kucinywa.+ IMizekeliso 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba kuya kungqineka kungekho kamva ngaye nabani na ombi;+ isibane sabantu abangendawo siya kucinywa.+
20 Kuba kuya kungqineka kungekho kamva ngaye nabani na ombi;+ isibane sabantu abangendawo siya kucinywa.+