INdumiso 94:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uya kukubuyisela kubo ukwenzakalisa kwabo+Yaye uya kubathulisa ngentlekele yabo.+UYehova uThixo wethu uya kubathulisa.+ Isaya 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba ikumin emnyama ayibhulwa ngesixhobo+ sokubhula; nevili lenqwelo alijikiswa phezu kwekumin. Kuba ngokuqhelekileyo ikumin emnyama ibhulwa ngentonga,+ nekumin ngomsimelelo.
23 Uya kukubuyisela kubo ukwenzakalisa kwabo+Yaye uya kubathulisa ngentlekele yabo.+UYehova uThixo wethu uya kubathulisa.+
27 Kuba ikumin emnyama ayibhulwa ngesixhobo+ sokubhula; nevili lenqwelo alijikiswa phezu kwekumin. Kuba ngokuqhelekileyo ikumin emnyama ibhulwa ngentonga,+ nekumin ngomsimelelo.