Isaya 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+ Hezekile 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke yena uyise, ngenxa yokuba wenza inkqatho ecacileyo,+ wahlutha okuthile ngokuphanga umzalwana,+ yaye nakuphi na okungalunganga ukwenzile phakathi kwezizwana zakowabo,+ khangela! yena ke umele afe ngesiphoso sakhe.+ Mika 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+
23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+
18 Ke yena uyise, ngenxa yokuba wenza inkqatho ecacileyo,+ wahlutha okuthile ngokuphanga umzalwana,+ yaye nakuphi na okungalunganga ukwenzile phakathi kwezizwana zakowabo,+ khangela! yena ke umele afe ngesiphoso sakhe.+
11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+