1 Samuweli 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Buza bona abafana abo bakho, baya kukuxelela, ukuze abafana bam bakholeke emehlweni akho, ngenxa yokuba size ngemini elungileyo. Khawuncede, unike abakhonzi bakho nonyana wakho uDavide nakuphi na oko sisenokukufumana isandla sakho.’”+ Yakobi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba lowo ungenanceba uya kugwetywa ngokungenanceba.+ Kodwa yona inceba iyasongamela isigwebo.
8 Buza bona abafana abo bakho, baya kukuxelela, ukuze abafana bam bakholeke emehlweni akho, ngenxa yokuba size ngemini elungileyo. Khawuncede, unike abakhonzi bakho nonyana wakho uDavide nakuphi na oko sisenokukufumana isandla sakho.’”+