IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Okusesikweni—okusesikweni uze ukusukele,+ ukuze uhlale uphila yaye ulidle ilifa ilizwe elo akunika lona uYehova uThixo wakho.+

  • Yobhi 21:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kuba nithi, ‘Iphi na indlu yalowo usisidwangube,

      Yaye iphi na intente, iminquba yabangendawo?’+

  • INdumiso 37:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kusele ithutyana, angabikho ongendawo;+

      Uya kuyikhangela indawo yakhe, abe engekho.+

  • INdumiso 91:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Uya kukhangela kuphela ngamehlo akho+

      Uze ubone impindezelo kwabo bangendawo.+

  • INdumiso 101:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ntsasa nganye ndiya kubathulisa abo bangendawo bomhlaba,+

      Ukuze ndibanqumle esixekweni+ sikaYehova bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share