Genesis 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi xa uThixo wayesonakalisa izixeko zeso Sithili, uThixo wamkhumbula uAbraham ngokuthi athabathe amanyathelo okundulula uLote aphume kuloo ndawo ibhukuqwayo xa wayebhukuqa izixeko awayehlala kuzo uLote.+ INdumiso 37:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba abangendawo baya kutshabalala,+Yaye iintshaba zikaYehova ziya kuba njengokuxabiseka kwamadlelo;Zimele zifikelele esiphelweni sazo.+ Zimele ziphele njengomsi.+ IMizekeliso 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ubulungisa buyamlondoloza ongenzakalisiyo kwindlela yakhe,+ kodwa ongendawo uyambhukuqa umoni.+ IMizekeliso 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+ 2 Petros 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo ukuba uThixo akazange ayeke ukohlwaya iingelosi+ ezonayo, kodwa, wazinikela kwimihadi yentsunguzi yobumnyama, ngokuthi aziphose eTartaro,+ ukuze zibekelwe umgwebo;+ 2 Petros 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye kwangalo ihlabathi langoko latshatyalaliswa xa lakhukuliswa ngamanzi kanogumbe.+
29 Kwathi xa uThixo wayesonakalisa izixeko zeso Sithili, uThixo wamkhumbula uAbraham ngokuthi athabathe amanyathelo okundulula uLote aphume kuloo ndawo ibhukuqwayo xa wayebhukuqa izixeko awayehlala kuzo uLote.+
20 Kuba abangendawo baya kutshabalala,+Yaye iintshaba zikaYehova ziya kuba njengokuxabiseka kwamadlelo;Zimele zifikelele esiphelweni sazo.+ Zimele ziphele njengomsi.+
32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+
4 Ngokuqinisekileyo ukuba uThixo akazange ayeke ukohlwaya iingelosi+ ezonayo, kodwa, wazinikela kwimihadi yentsunguzi yobumnyama, ngokuthi aziphose eTartaro,+ ukuze zibekelwe umgwebo;+